Gefundene Einträge
Buch | Kapitel | Vers | Text |
1 Mose | 24 | 65 | Wathi kumkhonzi, Ngubani na lAA mfo uhambayo entsimini, esiza kusikhawulela? Wathi umkhonzi, Yinkosi yam. Wathabatha ke isigqubuthelo, wazigqubuthela. |
1 Mose | 44 | 4 | Akubona ukuba aphumile emzini, engekayi kude, wathi uYosefu kumphathi wendlu yakhe, Suka, uwasukele lAA madoda; wakuwafumana uze uthi kuwo, Yini na ukuba niphindezele okulungileyo ngokubi? |
2 Mose | 6 | 26 | NgulAA Aron noMoses, wathi kubo uYehova, Bakhupheni oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo. |
3 Mose | 10 | 3 | Wathi uMoses kuAron, YilAA nto wayithethayo uYehova, wathi, Ndozingcwalisela abasondela kum, ndizizukise ebusweni babantu bonke; wathi cwaka uAron. |
4 Mose | 11 | 8 | Babesithi sAA abantu, bayibuthe, bayisile ematyeni, okunye bayingqushe ngezingqusho, bayipheke ngeembiza, benze amaqebengwana ngayo; isongo sayo saye sinjengesongo sesonkana esigalelwe ioli. |
4 Mose | 11 | 31 | Kwesuka umoya kuYehova, waguqula izagwityi elwandle, wazithi sAA eminqubeni, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zaba ngangohambo lwemini ngapha, zajikeleza iminquba; zangangeekubhite zombini, ukuphakama phezu komhlaba. |
4 Mose | 26 | 44 | Oonyana baka-Ashere ngokwemizalwane yabo: nguImna ozAA amaImna; nguIshwi ozala amaIshwi; nguBheriya ozala amaBheriya. |
4 Mose | 26 | 45 | Koonyana bakaBheriya: nguHebhere ozala amaHebhere; nguMalekiyeli ozAA amaMalekiyeli. |
5 Mose | 1 | 19 | Sanduluka eHorebhe, sayihamba yonke lAA ntlango inkulu, yoyikekayo nayibonayo, sihamba ngendlela yentaba yama-Amori, njengoko uYehova uThixo wethu wasiyalelayo, sada seza eKadeshe-bharneha. |
5 Mose | 25 | 7 | Ke ukuba indoda leyo ithe ayakunanza ukumzeka umkamfi lowo, wonyuka umkamfi lowo, aye esangweni kumadoda amakhulu, athi, LAA mntu uzalana nendoda yam akavumi ukumvelisela umntakayise igama kwaSirayeli, akavumi ukwenza kum okozalana nendoda. |
Josua | 7 | 3 | Abuyela kuYoshuwa, athi kuye, Mabangenyuki bonke abantu; makunyuke amadoda amayela kumawaka amabini, nokuba ngamadoda amayela kumawaka amathathu, ayichithe iAyi. Musa ukubadinisa bonke abantu ngokubasa khona; kuba abAA bantu bambalwa. |
Josua | 10 | 22 | Wathi uYoshuwa, Vulani umlomo womqolomba, nibakhuphe emqolombeni abAA kumkani bobahlanu, beze kum. |
Richter | 8 | 26 | Ubunzima bamajikazi egolide awawacelayo baba liwaka elinamakhulu asixhenxe eeshekele zegolide, ngaphandle kwezAA ntsimbi namacici neengubo ezimfusa ezibe zikookumkani bamaMidiyan, nangaphandle kwezidanga ezibe zisezintanyeni zeenkamela zabo. |
Richter | 13 | 10 | Wakhawuleza umfazi, wagidima, wayixelela indoda yakhe, wathi kuyo, Yabona, ubonakele kum lAA mntu ubeze kum lAA mhla. |
Richter | 13 | 11 | Wesuka ke uManowa, wamlandela umkakhe, waya kuloo mntu, wathi kuye, UngulAA mntu na ubethetha nomfazi? Wathi, Ndinguye. |