Gefundene Einträge
Buch | Kapitel | Vers | Text |
1 Mose | 6 | 8 | UNowa yena wABABAlwa nguYehova. |
1 Mose | 13 | 6 | Ilizwe elo alaba nakubathwala, ukuba bahlale ndawonye; ngokuba impahla yabo yayininzi, ABABA nakuhlala ndawonye. |
1 Mose | 14 | 5 | Ngomnyaka weshumi elinamine weza uKedorlahomere nookumkani ABABAnaye, bawatshabalalisa amaRafa eAshtaroti-karnayim, namaZuzi eHam, namaEma ethafeni laseKiriyatayim, |
1 Mose | 14 | 20 | Makabongwe uThixo Osenyangweni obanikeleyo ABABAndezeli bakho esandleni sakho. UAbram wamnika isishumi seento zonke. |
1 Mose | 26 | 22 | Wesuka khona wemba elinye iqula; ABABAmbananga ngalo, wathi igama lalo yiRehobhoti. Wathi, Inene, ngoku uYehova usenzele indawo ebanzi, ukuze siqhame ezweni apha. |
1 Mose | 33 | 5 | Wawaphakamisa amehlo akhe, wababona abafazi nabantwana, wathi, Ngoobani na aba banawe? Wathi yena, Ngabantwana, athe uThixo wABABAbala umkhonzi wakho. |
1 Mose | 37 | 4 | Abakhuluwa bakhe babona ukuba uyise umthanda ngaphezu kwabo bonke, bamthiya, ABABA nakuthetha naye bexolile. |
1 Mose | 39 | 4 | UYosefu wABABAlwa emehlweni ayo, wayilungiselela; yamenza umveleli wendlu yayo, neento zonke ebinazo yazinikela esandleni sakhe. |
1 Mose | 45 | 3 | Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? ABABA nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe. |
2 Mose | 3 | 21 | Aba bantu ndiya kubABABAla phambi kwamaYiputa; kuthi, xa nithe nemka, ningemki nize. |
2 Mose | 9 | 3 | waba usABABAmbile, yabona, isandla sikaYehova soba semfuyweni yakho esendle, emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, ezinkomeni, nasempahleni emfutshane, senze indyikitya yokufa enzima kunene; |
2 Mose | 11 | 3 | UYehova wABABAbala abantu emehlweni amaYiputa. Kananjalo indoda leyo inguMoses yayinkulu kunene ezweni laseYiputa kubakhonzi bakaFaro nasebantwini. |
2 Mose | 12 | 36 | UYehova wABABAbala abantu phambi kwamaYiputa, abenza ukuba bacele. Bawaphanga ke amaYiputa. |
2 Mose | 12 | 39 | Bosa amaqebengwana angenagwele entlama, ababephume nayo eYiputa, kuba ibingenagwele; kuba bagxothwa eYiputa ABABA nakulibala, kananjalo babengazenzelanga mphako. |
2 Mose | 23 | 22 | Ke ukuba uthe waliva ilizwi laso, wenza konke endikuthethayo, ndoba lutshaba kwiintshaba zakho, ndibabandezele ABABAndezeli bakho. |