Sprache
Deutsch
English
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Kapitel Ansicht
Bibel:
Afrikaans 1953 †
Albanian †
Amharic NT
Arabic: Smith & Van Dyke †
Aramaic NT: Peshitta †
Armenian (Eastern): (Genesis, Exodus, Gospels)
Armenian (Western): NT
Basque (Navarro-Labourdin): NT
Chamorro (Psalms, Gospels, Acts)
Chinese: Union (Simplified) †
Chinese: Union (Traditional) †
Coptic: Bohairic NT
Coptic: New Testament
Coptic: Sahidic NT
Croatian
Czech BKR †
Czech CEP †
Czech KMS †
Czech NKB †
Danish †
Dutch Staten Vertaling †
English: American Standard Version
English: Basic English Bible
English: Darby Version
English: Douay-Rheims
English: King James Version
English: Webster's Bible
English: Weymouth NT
English: World English Bible
English: Young's Literal Translation
Estonian †
Finnish: Bible (1776) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1933/1938) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1992) †
French: Darby
French: Louis Segond (1910) †
French: Martin (1744)
French: Ostervald (1996 revision)
Georgian (Gospels, Acts, James)
German: Elberfelder (1871) †
German: Elberfelder (1905) †
German: Luther (1545) †
German: Luther (1912) †
German: Schlachter (1951) †
Gothic (Nehemiah, NT Portions) [Latin Script]
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) [Parsed] †
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) [Parsed] †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) †
Greek NT: Tischendorf 8th Ed. †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants [Parsed] †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants †
Greek OT: LXX [A] Accented
Greek OT: LXX [A] Accented Roots Parsing
Greek OT: LXX [A] Unaccented
Greek OT: LXX [A] Unaccented Roots Parsing
Greek: Modern †
Hebrew OT: Aleppo Codex †
Hebrew OT: BHS (Consonants Only)
Hebrew OT: BHS (Consonants Vowels)
Hebrew OT: Westminster Leningrad Codex †
Hebrew OT: WLC (Consonants Only) †
Hebrew OT: WLC (Consonants Vowels) †
Hebrew: Modern †
Hungarian: Karoli †
Italian: Giovanni Diodati Bible (1649) †
Italian: Riveduta Bible (1927) †
Kabyle: NT
Korean †
Latin: Nova Vulgata
Latin: Vulgata Clementina
Latvian New Testament
Lithuanian †
Manx Gaelic (Esther, Jonah, Four Gospels)
Maori
Myanmar/Burmse: Judson (1835)
Norwegian: Det Norsk Bibelselskap (1930)
Portuguese: Almeida Atualizada †
Potawatomi: (Matthew, Acts) (Lykins, 1844)
Romani NT: E Lashi Viasta (Gypsy)
Romanian: Cornilescu
Russian: Makarij Translation (Pentateuch) (1825) †
Russian: Synodal Translation (1876) †
Russian: Victor Zhuromsky NT †
Scots Gaelic (Gospel of Mark)
Spanish: Reina Valera (1909) †
Spanish: Reina Valera NT (1858) †
Spanish: Sagradas Escrituras (1569)
Swahili NT †
Swedish (1917)
Tagalog: Ang Dating Biblia (1905)
Tamajaq Portions
Thai: from KJV †
Turkish
Turkish: NT (1987, 1994)
Ukrainian: NT (P.Kulish, 1871)
Uma NT †
Vietnamese (1934) †
Wolof NT
Xhosa †
(
Index
)
Buch:
1 Mose
2 Mose
3 Mose
4 Mose
5 Mose
Josua
Richter
Rut
1 Samuel
2 Samuel
1 Koenige
2 Koenige
1 Chronik
2 Chronik
Esra
Nehemia
Ester
Hiob
Psalm
Sprueche
Prediger
Hohelied
Jesaja
Jeremia
Klagelieder
Hesekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadja
Jona
Micha
Nahum
Habakuk
Zephanja
Haggai
Sacharja
Maleachi
Matthaeus
Markus
Lukas
Johannes
Apostelgeschichte
Roemer
1 Korinther
2 Korinther
Galater
Epheser
Philipper
Kolosser
1 Thessalonicher
2 Thessalonicher
1 Timotheus
2 Timotheus
Titus
Philemon
Hebraeer
Jakobus
1 Petrus
2 Petrus
1 Johannes
2 Johannes
3 Johannes
Judas
Offenbarung
Kapitel:
Vers
Text
1
Ngomnyaka wamashumi omabini anesixhenxe kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAzariya, unyana ka-Amatsiya ukumkani wakwaYuda.
2
Ubeminyaka ilishumi linamithandathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka emashumi mahlanu anamibini engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYekoliya waseYerusalem.
3
Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova, njengako konke awakwenzayo uAmatsiya uyise;
4
kodwa azisuswanga iziganga; abantu babesabingelela beqhumisela ezigangeni.
5
UYehova wambetha ukumkani, waba neqhenqa kwada kwayimini yokufa kwakhe; wahlala endlwini eyodwa. Ke uYotam, unyana wokumkani, ebephethe ibhotwe, ebalawula abantu belizwe.
6
Ezinye izinto zika-Azariya, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
7
Walala uAzariya kooyise; bamngcwabela kooyise emzini kaDavide. UYotam, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
8
Ngomnyaka wamashumi omathathu anesibhozo ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uZekariya, unyana kaYarobheham, kumaSirayeli kwaSamari, iinyanga ezintandathu.
9
Wenza okubi emehlweni kaYehova, njengoko benza ngako ooyise; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.
10
UShalum unyana kaYabheshe wamceba, wamxabela phambi kwabantu, wambulala; waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
11
Ezinye izinto zikaZekariya, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
12
Lilizwi elo awalithethayo uYehova kuYehu lokuthi, Kuwe kuya kuhlala oonyana besesine isizukulwana etroneni yakwaSirayeli. Kwaba njalo ke.
13
UShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba kaUziya ukumkani wakwaYuda. Waba ngukumkani inyanga iphela kwaSamari.
14
Wenyuka uMenahem unyana kaGadi, esuka eTirtsa, waya kwaSamari, wamxabela uShalum unyana kaYabheshe kwaSamari, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
15
Ezinye izinto zikaShalum, necebo lakhe awalicebayo, nanzo zibhalwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
16
Waza uMenahem wachitha iTifesa nento yonke ebikuyo, nemida yayo, ephuma eTirtsa; ngokuba ingamvulelanga, wayixabela; wabaqangqulula bonke abamithiyo kuyo.
17
Ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uMenahem unyana kaGadi kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yalishumi.
18
Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli, yonke imihla yakhe.
19
Walifikela ilizwe uPuli, ukumkani waseAsiriya; uMenahem wamnika uPuli iwaka leetalente zesilivere, ukuze izandla zakhe zibe ngakuye, ukuze abuqinise ubukumkani esandleni sakhe.
20
UMenahem wayibiza isilivere leyo kumaSirayeli, kumadoda onke azizityebi, ukuba anike ukumkani waseAsiriya: yangamashumi omahlanu eeshekele zesilivere kumntu emnye. Wabuya ke ukumkani waseAsiriya; akahlala ezweni elo.
21
Ezinye izinto zikaMenahem, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
22
Walala uMenahem kooyise; uPekaya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
23
Ngomnyaka wamashumi omahlanu ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uPekaya, unyana kaMenahem, kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yamibini.
24
Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.
25
UPeka, unyana kaRemaliya, umphathi-mkhosi wakhe, wamceba wamxabela kwaSamari enqabeni yendlu yokumkani, noArgobhi noAriye, enamadoda angamashumi omahlanu koonyana bamaGiliyadi; wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
26
Ezinye izinto zikaPekaya, nako konke awakwenzayo, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
27
Ngomnyaka wamashumi omahlanu anamabini ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, uPeka, unyana kaRemaliya, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yamashumi mabini.
28
Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.
29
Ngemihla kaPeka ukumkani wakwaSirayeli, kwafika uTigelate-pilezere ukumkani waseAsiriya, wayithabatha i-Iyon, neAbhele-bhete-mahaka, neYanowa, neKedeshe, neHatsore, nelaseGiliyadi, nelaseGalili, lonke ilizwe lakwaNafetali; wabathimba, wabafud
30
UHoseya unyana kaEla wamceba uPeka unyana kaRemaliya, wamxabela, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe ngomnyaka wamashumi amabini kaYotam, unyana kaUziya.
31
Ezinye izinto zikaPeka, nako konke awakwenzayo, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
32
Ngomnyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uYotam unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda.
33
Ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka elishumi linamithandathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYerusha, intombi kaTsadoki.
34
Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova; wenza njengako konke awakwenzayo u-Uziya uyise.
35
Kodwa iziganga azisuswanga; abantu babesabingelela beqhumisela ezigangeni. Yena walakha isango langasentla lendlu kaYehova.
36
Ezinye izinto zikaYotam, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
37
Ngaloo mihla waqala uYehova ukuthumela kwaYuda uRetsin, ukumkani wakwa-Aram, noPeka unyana kaRemaliya.
38
Walala uYotam kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide uyise; uAhazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Sprache
Deutsch
English
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Homepage Menü
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum