Sprache
Deutsch
English
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Kapitel Ansicht
Bibel:
Afrikaans 1953 †
Albanian †
Amharic NT
Arabic: Smith & Van Dyke †
Aramaic NT: Peshitta †
Armenian (Eastern): (Genesis, Exodus, Gospels)
Armenian (Western): NT
Basque (Navarro-Labourdin): NT
Chamorro (Psalms, Gospels, Acts)
Chinese: Union (Simplified) †
Chinese: Union (Traditional) †
Coptic: Bohairic NT
Coptic: New Testament
Coptic: Sahidic NT
Croatian
Czech BKR †
Czech CEP †
Czech KMS †
Czech NKB †
Danish †
Dutch Staten Vertaling †
English: American Standard Version
English: Basic English Bible
English: Darby Version
English: Douay-Rheims
English: King James Version
English: Webster's Bible
English: Weymouth NT
English: World English Bible
English: Young's Literal Translation
Estonian †
Finnish: Bible (1776) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1933/1938) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1992) †
French: Darby
French: Louis Segond (1910) †
French: Martin (1744)
French: Ostervald (1996 revision)
Georgian (Gospels, Acts, James)
German: Elberfelder (1871) †
German: Elberfelder (1905) †
German: Luther (1545) †
German: Luther (1912) †
German: Schlachter (1951) †
Gothic (Nehemiah, NT Portions) [Latin Script]
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) [Parsed] †
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) [Parsed] †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) †
Greek NT: Tischendorf 8th Ed. †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants [Parsed] †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants †
Greek OT: LXX [A] Accented
Greek OT: LXX [A] Accented Roots Parsing
Greek OT: LXX [A] Unaccented
Greek OT: LXX [A] Unaccented Roots Parsing
Greek: Modern †
Hebrew OT: Aleppo Codex †
Hebrew OT: BHS (Consonants Only)
Hebrew OT: BHS (Consonants Vowels)
Hebrew OT: Westminster Leningrad Codex †
Hebrew OT: WLC (Consonants Only) †
Hebrew OT: WLC (Consonants Vowels) †
Hebrew: Modern †
Hungarian: Karoli †
Italian: Giovanni Diodati Bible (1649) †
Italian: Riveduta Bible (1927) †
Kabyle: NT
Korean †
Latin: Nova Vulgata
Latin: Vulgata Clementina
Latvian New Testament
Lithuanian †
Manx Gaelic (Esther, Jonah, Four Gospels)
Maori
Myanmar/Burmse: Judson (1835)
Norwegian: Det Norsk Bibelselskap (1930)
Portuguese: Almeida Atualizada †
Potawatomi: (Matthew, Acts) (Lykins, 1844)
Romani NT: E Lashi Viasta (Gypsy)
Romanian: Cornilescu
Russian: Makarij Translation (Pentateuch) (1825) †
Russian: Synodal Translation (1876) †
Russian: Victor Zhuromsky NT †
Scots Gaelic (Gospel of Mark)
Spanish: Reina Valera (1909) †
Spanish: Reina Valera NT (1858) †
Spanish: Sagradas Escrituras (1569)
Swahili NT †
Swedish (1917)
Tagalog: Ang Dating Biblia (1905)
Tamajaq Portions
Thai: from KJV †
Turkish
Turkish: NT (1987, 1994)
Ukrainian: NT (P.Kulish, 1871)
Uma NT †
Vietnamese (1934) †
Wolof NT
Xhosa †
(
Index
)
Buch:
1 Mose
2 Mose
3 Mose
4 Mose
5 Mose
Josua
Richter
Rut
1 Samuel
2 Samuel
1 Koenige
2 Koenige
1 Chronik
2 Chronik
Esra
Nehemia
Ester
Hiob
Psalm
Sprueche
Prediger
Hohelied
Jesaja
Jeremia
Klagelieder
Hesekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadja
Jona
Micha
Nahum
Habakuk
Zephanja
Haggai
Sacharja
Maleachi
Matthaeus
Markus
Lukas
Johannes
Apostelgeschichte
Roemer
1 Korinther
2 Korinther
Galater
Epheser
Philipper
Kolosser
1 Thessalonicher
2 Thessalonicher
1 Timotheus
2 Timotheus
Titus
Philemon
Hebraeer
Jakobus
1 Petrus
2 Petrus
1 Johannes
2 Johannes
3 Johannes
Judas
Offenbarung
Kapitel:
Vers
Text
1
Onke ke amaSirayeli abhalwa emilibeni yokuzalwa: nango ke ebhaliwe encwadini yookumkani bakwaSirayeli. AmaYuda athinjwa, asiwa eBhabheli ngenxa yokumeneza kwawo.
2
Abemi bokuqala, ababesemafeni abo emizini yabo, babengamaSirayeli, ababingeleli, nabaLevi, nabasebenza etempileni.
3
EYerusalem kwahlala aboonyana bakaYuda, naboonyana bakaBhenjamin, naboonyana booEfrayim noManase:
4
ngu-Utayi, unyana ka-Amihudi, unyana kaOmri, unyana kaImri, unyana kaBhani, koonyana bakaPeretse, unyana kaYuda.
5
NakumaShilo: nguAzaya amazibulo akhe, noonyana bakhe.
6
Koonyana bakaZera nguYehuweli nabazalwana bakhe: amakhulu amathandathu anamanci asithoba.
7
Koonyana bakaBhenjamin: nguSalu unyana kaMeshulam, unyana kaHodafiya, unyana kaHasenuwa,
8
noIbheneya unyana kaYeroham, noEla unyana kaUzi, unyana kaMikri, noMeshulam unyana kaShefatiya, unyana kaRehuweli, unyana kaIbheniya;
9
nabazalwana babo ngokweenzala zabo: amakhulu asithoba anamanci mahlanu anabathandathu. Onke loo madoda abeziintloko zezindlu zooyise ezindlwini zooyise.
10
Kubabingeleli: nguYedaya, noYehoyaribhi, noYakin,
11
noAzariya, unyana kaHilekiya, unyana kaMeshulam, unyana kaTsadoki, unyana kaMerayoti, unyana ka-Ahitubhi, inganga yendlu kaThixo;
12
noAdaya, unyana kaYeroham, unyana kaPashure, unyana kaMalekiya; noMahasayi unyana ka-Adiyeli, unyana kaYazera, unyana kaMeshulam, unyana; kaMeshilemiti, unyana kaImere;
13
nabazalwana babo, iintloko zezindlu zooyise, iwaka elinamakhulu asixhenxe, anamanci mathandathu amagorha anobukroti ekuwusebenzeni umsebenzi wendlu kaThixo.
14
KubaLevi: nguShemaya, unyana kaHashubhi, unyana ka-Azerikam, unyana kaHashabhiya koonyana bakaMerari;
15
nguBhakebhakare, noHereshe, noGalali; noMataniya unyana kaMika, unyana kaZikri, unyana ka-Asafu;
16
no-Obhadiya, unyana kaShemaya, unyana kaGalali, unyana kaYedutun; noBherekiya unyana ka-Asa, unyana kaElikana, obehleli emizaneni yamaNetofa.
17
Abamasango: nguShalum, noAkubhi, noTalemon, noAhiman, nabazalwana babo; intloko inguShalum;
18
kude kwaba namhla esesangweni lokumkani empumalanga. Ngabo abo abamasango eminqubeni yoonyana bakaLevi.
19
UShalum, unyana kaKore, unyana kaEbhiyasafu, unyana kaKora, nabazalwana bakhe ngokwendlu yooyise, amaKora, ayephethe umsebenzi wenkonzo, engabagcini beminyango yentente. Nooyise bawo babephethe iminquba kaYehova, begcina isango.
20
UPinehasi, unyana kaElazare, waye eyinganga yabo ngenxa engaphambili; uYehova wayenaye.
21
UZekariya unyana kaMeshelemiya wayengowesango ekungeneni kwentente yokuhlangana.
22
Bonke bephela, behleliwe ukuba babe ngabagcini bamasango, babengamakhulu amabini, anashumi-nye linababini. Bona babebhalwe emilibeni yabo yokuzalwa emizaneni yabo. Bona bamiswa nguDavide noSamuweli imboni, ngokunyaniseka kwabo.
23
Bona abo noonyana babo babesemasangweni endlu kaYehova, endlu yentente, ngokokugcina.
24
Babekho abamasango ngamacala omane, ngasempumalanga, ngasentshonalanga, ngasentla, nangasezantsi.
25
Abazalwana babo emizaneni yabo babengabokuza ngomhla wesixhenxe amaxesha ngamaxesha kunye nabo.
26
Ngokuba abaLevi abo, abaphathi abakhulu abane ababengabamasango, babephethe amagumbi nobuncwane bendlu kaThixo benyanisile.
27
Ukulala, babeyijikeleza indlu kaThixo; ngokuba ukugcina bekukokwabo, kunabo ukuyivula imiso ngemiso.
28
Kubo bekukho abaphethe iimpahla zenkonzo; ngokuba babezingenisa ngenani, bazikhuphe ngenani.
29
Kubo bekukho abamiselwe phezu kwempahla, naphezu kwempahla yonke engcwele, naphezu komgubo ocoliweyo, newayini, neoli, nentlaka emhlophe, nobulawu.
30
Koonyana bababingeleli bekukho abacola ubuqholo bobulawu.
31
UMatitiya, omnye wakubaLevi, obengowamazibulo kaShalum umKora, ubephethe enyanisekile umsebenzi wokosa ngeepani.
32
Koonyana bakaKehati, kubazalwana babo, bekukho ababephethe izonka ezikroziswayo, ukuzilungisa iisabatha ngeesabatha.
33
Zizo ezo iimvumi, iintloko zezindlu zooyise zabaLevi, ezibe zihleli emagumbini zikhululekile; ngokuba beziphethe umsebenzi imini nobusuku.
34
Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise zabaLevi, ziziintloko ngokweenzala zazo, ezo zahlala eYerusalem.
35
EGibheyon kwakuhleli ozala amaGibheyon, uYehiyeli; igama lomkakhe belinguMahaka.
36
Unyana wakhe wamazibulo nguAbhedon, yanguTsure, noKishe, noBhahali, noNere, noNadabhi,
37
noGedore, noAhiyo, noZekariya, noMikeloti.
38
UMikeloti wazala uShimeham. Kwanabo bahlala nabazalwana babo eYerusalem, malunga nabazalwana babo.
39
UNere wazala uKishe; uKishe wazala uSawule; uSawule wazala uYonatan, noMalekishuwa, noAbhinadabhi, noEshbhahali.
40
Unyana kaYonatan nguMeribhi-bhahali; uMeribhi-bhahali wazala uMika.
41
Oonyana bakaMika nguPiton, noMeleki, noTareya, noAhazi.
42
UAhazi wazala uYara; uYara wazala uAlemete, noAzemavete, noZimri; uZimri wazala uMotsa.
43
UMotsa wazala uBhineha, noRefaya unyana wakhe, uElehasa unyana wakhe, uAtsele unyana wakhe.
44
UAtsele ubenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo: nguAzerikam, noBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Ngabo abo oonyana baka-Atsele.
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Sprache
Deutsch
English
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Homepage Menü
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum