Sprache
Deutsch
English
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Kapitel Ansicht
Bibel:
Afrikaans 1953 †
Albanian †
Amharic NT
Arabic: Smith & Van Dyke †
Aramaic NT: Peshitta †
Armenian (Eastern): (Genesis, Exodus, Gospels)
Armenian (Western): NT
Basque (Navarro-Labourdin): NT
Chamorro (Psalms, Gospels, Acts)
Chinese: Union (Simplified) †
Chinese: Union (Traditional) †
Coptic: Bohairic NT
Coptic: New Testament
Coptic: Sahidic NT
Croatian
Czech BKR †
Czech CEP †
Czech KMS †
Czech NKB †
Danish †
Dutch Staten Vertaling †
English: American Standard Version
English: Basic English Bible
English: Darby Version
English: Douay-Rheims
English: King James Version
English: Webster's Bible
English: Weymouth NT
English: World English Bible
English: Young's Literal Translation
Estonian †
Finnish: Bible (1776) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1933/1938) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1992) †
French: Darby
French: Louis Segond (1910) †
French: Martin (1744)
French: Ostervald (1996 revision)
Georgian (Gospels, Acts, James)
German: Elberfelder (1871) †
German: Elberfelder (1905) †
German: Luther (1545) †
German: Luther (1912) †
German: Schlachter (1951) †
Gothic (Nehemiah, NT Portions) [Latin Script]
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) [Parsed] †
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) [Parsed] †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) †
Greek NT: Tischendorf 8th Ed. †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants [Parsed] †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants †
Greek OT: LXX [A] Accented
Greek OT: LXX [A] Accented Roots Parsing
Greek OT: LXX [A] Unaccented
Greek OT: LXX [A] Unaccented Roots Parsing
Greek: Modern †
Hebrew OT: Aleppo Codex †
Hebrew OT: BHS (Consonants Only)
Hebrew OT: BHS (Consonants Vowels)
Hebrew OT: Westminster Leningrad Codex †
Hebrew OT: WLC (Consonants Only) †
Hebrew OT: WLC (Consonants Vowels) †
Hebrew: Modern †
Hungarian: Karoli †
Italian: Giovanni Diodati Bible (1649) †
Italian: Riveduta Bible (1927) †
Kabyle: NT
Korean †
Latin: Nova Vulgata
Latin: Vulgata Clementina
Latvian New Testament
Lithuanian †
Manx Gaelic (Esther, Jonah, Four Gospels)
Maori
Myanmar/Burmse: Judson (1835)
Norwegian: Det Norsk Bibelselskap (1930)
Portuguese: Almeida Atualizada †
Potawatomi: (Matthew, Acts) (Lykins, 1844)
Romani NT: E Lashi Viasta (Gypsy)
Romanian: Cornilescu
Russian: Makarij Translation (Pentateuch) (1825) †
Russian: Synodal Translation (1876) †
Russian: Victor Zhuromsky NT †
Scots Gaelic (Gospel of Mark)
Spanish: Reina Valera (1909) †
Spanish: Reina Valera NT (1858) †
Spanish: Sagradas Escrituras (1569)
Swahili NT †
Swedish (1917)
Tagalog: Ang Dating Biblia (1905)
Tamajaq Portions
Thai: from KJV †
Turkish
Turkish: NT (1987, 1994)
Ukrainian: NT (P.Kulish, 1871)
Uma NT †
Vietnamese (1934) †
Wolof NT
Xhosa †
(
Index
)
Buch:
1 Mose
2 Mose
3 Mose
4 Mose
5 Mose
Josua
Richter
Rut
1 Samuel
2 Samuel
1 Koenige
2 Koenige
1 Chronik
2 Chronik
Esra
Nehemia
Ester
Hiob
Psalm
Sprueche
Prediger
Hohelied
Jesaja
Jeremia
Klagelieder
Hesekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadja
Jona
Micha
Nahum
Habakuk
Zephanja
Haggai
Sacharja
Maleachi
Matthaeus
Markus
Lukas
Johannes
Apostelgeschichte
Roemer
1 Korinther
2 Korinther
Galater
Epheser
Philipper
Kolosser
1 Thessalonicher
2 Thessalonicher
1 Timotheus
2 Timotheus
Titus
Philemon
Hebraeer
Jakobus
1 Petrus
2 Petrus
1 Johannes
2 Johannes
3 Johannes
Judas
Offenbarung
Kapitel:
Vers
Text
1
Ngawo la amagama ezizwe ezo, ethabathela ekupheleni ngentla, ehamba ecaleni kwendlela yaseHetelon, ukuya eHamati, naseHatsare-enon, umda waseDamasko, ngasentla ecaleni laseHamati, libe lelakhe icala lasempumalanga nelasentshonalanga: uDan woba n
2
Ngasemdeni ke kaDan, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uAshere, libe linye.
3
Ngasemdeni ke ka-Ashere, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uNafetali, libe linye.
4
Ngasemdeni kaNafetali, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uManase, libe linye.
5
Ngasemdeni kaManase, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uEfrayim, libe linye.
6
Ngasemdeni kaEfrayim, kuthabathele ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uRubhen, libe linye.
7
Ngasemdeni kaRubhen, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uYuda, libe linye.
8
Ngasemdeni kaYuda, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga, yoba ngumrhumo eniya kuwurhuma; ube ngamawaka angamashumi amabini anamahlanu eengcongolo ububanzi, ubude ke bube njengobesinye isahlulo, kuthabathela ecaleni
9
Umrhumo eniya kuwurhumela uYehova woba ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ubude, ube ngamawaka alishumi ububanzi.
10
Woba ngowaba umrhumo ongcwele: ngowababingeleli; ngasentla ube ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ubude, ngasentshonalanga ube lishumi lamawaka ububanzi, ngasempumalanga ube lishumi lamawaka ububanzi, ngasezantsi ube ngamashumi amabini anam
11
Ababingeleli abangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki, abasigcinayo isigxina sam, abangandwendwanga ekundwendweni koonyana bakaSirayeli, njengoko bandwendwayo abaLevi,
12
woba ngowabo umrhumo emrhumeni welizwe; uyingcwele kangcwele ngasemdeni wabakaLevi.
13
Ke abaLevi bozuza isahlulo esinxulumene nomda wababingeleli, sibe ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ubude, sibe lishumi lamawaka ububanzi; bonke ubude bube ngamashumi amabini anamahlanu amawaka, nobubanzi bube lishumi lamawaka.
14
Ke abayi kuthengisa ngento yaso, bangananisi ugayo, bangayidluliseli kwabanye intlahlela yelo zwe; ngokuba ingcwele kuYehova.
15
Ke amawaka amahlanu aseleyo ebubanzini, kumawaka angamashumi amabini anamahlanu, akangcwele; ngawomzi, ngawendawo yokuma neyephandle. Umzi woba sesazulwini sawo.
16
Yiyo le imilinganiso: icala langasentla loba ngamawaka amane anamakhulu amahlanu, icala langasezantsi libe ngamawaka amane anamakhulu amahlanu, icala lasempumalanga libe ngamawaka amane anamakhulu amahlanu, icala lasentshonalanga libe ngamawaka
17
Iphandle lomzi ngasentla loba ngamakhulu amabini anamashumi amahlanu, ngasezantsi libe ngamakhulu amabini anamashumi amahlanu, ngasempumalanga libe ngamakhulu amabini anamashumi amahlanu, ngasentshonalanga libe ngamakhulu amabini anamashumi amah
18
Okuseleyo ebudeni obunxulumene nomrhumo ongcwele, koba ngamawaka alishumi ngasempumalanga, kube ngamawaka alishumi ngasentshonalanga; onxulumana nomrhumo ongcwele; ungeniselo lwawo lube kukudla kwabasebenzi bawo umzi.
19
Abasebenzi abo ke bomzi bowalima, bengabasezizweni zonke zakwaSirayeli.
20
Umrhumo wonke woba ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ubude, ube ngamashumi amabini anamahlanu amawaka ububanzi; isahlulo sesine somrhumo ongcwele nosirhumela ukuba sibe sesomzi lowo.
21
Indawo eseleyo yoba yeyesikhulu, ngapha nangapha komrhumo ongcwele, nakwinzuzo yomzi; ngaphambi kwamawaka angamashumi amabini anamahlanu omrhumo, ide iye emdeni wasempumalanga, nangasentshonalanga phambi kwamawaka angamashumi amabini anamahlanu
22
Kuthabathela ke enzuzweni yabaLevi, kuthabathela enzuzweni yomzi, esazulwini senzuzo yesikhulu, phakathi komda kaYuda nomda kaBhenjamin, koba kokwesikhulu.
23
Eziseleyo ke izizwe: kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uBhenjamin woba necandelo elinye.
24
Ngasemdeni ke kaBhenjamin, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uSimon, libe linye.
25
Ngasemdeni ke kaSimon, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uIsakare, libe linye.
26
Ngasemdeni ke kaIsakare, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uZebhulon, libe linye.
27
Ngasemdeni ke kaZebhulon, kuthabathela ecaleni lasempumalanga, kuse ecaleni lasentshonalanga: uGadi, libe linye.
28
Ngasemdeni ke kaGadi, ngasecaleni lasezantsi, ngasezantsi, umda wothabathela kwaTamare, use emanzini embambano aseKadeshe, ukhweze umlambo, use kulo ulwandle olukhulu.
29
Lilo elo ilizwe eniya kulabela izizwe zakwaSirayeli ngamaqashiso, ngokwamafa. Zizo ezo izahlulo zalo, itsho iNkosi uYehova.
30
Zizo ezi iziphelo zamacala omzi: ngecala langasentla ngamawaka amane anamakhulu amahlanu, umlinganiso ngengcongolo;
31
amasango omzi oba ngokwamagama ezizwe zakwaSirayeli, ibe ngamasango amathathu ngasentla: ibe lisango likaRubhen elinye, ibe lisango likaYuda elinye, ibe lisango likaLevi elinye.
32
Ngecala lasempumalanga yoba ngamawaka amane anamakhulu amahlanu eengcongolo; amasango ke mathathu: ibe lisango likaYosefu elinye, ibe lisango likaBhenjamin elinye, ibe lisango likaDan elinye.
33
Ngecala langasezantsi, umlinganiso yoba ngamawaka amane anamakhulu amahlanu; amasango ke mathathu: ibe lisango likaSimon elinye, ibe lisango likaIsakare elinye, ibe lisango likaZebhulon elinye.
34
Ngecala lasentshonalanga yoba ngamawaka amane anamakhulu amahlanu; amasango ke awo mathathu: ibe lisango likaGadi elinye, ibe lisango lika-Ashere elinye, ibe lisango likaNafetali elinye.
35
Ukujikeleza ke lishumi elinesibhozo lamawaka eengcongolo. Igama lawo umzi kothiwa kususela kuloo mini, nguYehova-ekhona.
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Sprache
Deutsch
English
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Homepage Menü
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum