Sprache
Deutsch
English
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Kapitel Ansicht
Bibel:
Afrikaans 1953 †
Albanian †
Amharic NT
Arabic: Smith & Van Dyke †
Aramaic NT: Peshitta †
Armenian (Eastern): (Genesis, Exodus, Gospels)
Armenian (Western): NT
Basque (Navarro-Labourdin): NT
Chamorro (Psalms, Gospels, Acts)
Chinese: Union (Simplified) †
Chinese: Union (Traditional) †
Coptic: Bohairic NT
Coptic: New Testament
Coptic: Sahidic NT
Croatian
Czech BKR †
Czech CEP †
Czech KMS †
Czech NKB †
Danish †
Dutch Staten Vertaling †
English: American Standard Version
English: Basic English Bible
English: Darby Version
English: Douay-Rheims
English: King James Version
English: Webster's Bible
English: Weymouth NT
English: World English Bible
English: Young's Literal Translation
Estonian †
Finnish: Bible (1776) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1933/1938) †
Finnish: Pyhä Raamattu (1992) †
French: Darby
French: Louis Segond (1910) †
French: Martin (1744)
French: Ostervald (1996 revision)
Georgian (Gospels, Acts, James)
German: Elberfelder (1871) †
German: Elberfelder (1905) †
German: Luther (1545) †
German: Luther (1912) †
German: Schlachter (1951) †
Gothic (Nehemiah, NT Portions) [Latin Script]
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) [Parsed] †
Greek NT: Byzantine/Majority Text (2000) †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) [Parsed] †
Greek NT: Textus Receptus (1550/1894) †
Greek NT: Tischendorf 8th Ed. †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants [Parsed] †
Greek NT: Westcott/Hort, UBS4 variants †
Greek OT: LXX [A] Accented
Greek OT: LXX [A] Accented Roots Parsing
Greek OT: LXX [A] Unaccented
Greek OT: LXX [A] Unaccented Roots Parsing
Greek: Modern †
Hebrew OT: Aleppo Codex †
Hebrew OT: BHS (Consonants Only)
Hebrew OT: BHS (Consonants Vowels)
Hebrew OT: Westminster Leningrad Codex †
Hebrew OT: WLC (Consonants Only) †
Hebrew OT: WLC (Consonants Vowels) †
Hebrew: Modern †
Hungarian: Karoli †
Italian: Giovanni Diodati Bible (1649) †
Italian: Riveduta Bible (1927) †
Kabyle: NT
Korean †
Latin: Nova Vulgata
Latin: Vulgata Clementina
Latvian New Testament
Lithuanian †
Manx Gaelic (Esther, Jonah, Four Gospels)
Maori
Myanmar/Burmse: Judson (1835)
Norwegian: Det Norsk Bibelselskap (1930)
Portuguese: Almeida Atualizada †
Potawatomi: (Matthew, Acts) (Lykins, 1844)
Romani NT: E Lashi Viasta (Gypsy)
Romanian: Cornilescu
Russian: Makarij Translation (Pentateuch) (1825) †
Russian: Synodal Translation (1876) †
Russian: Victor Zhuromsky NT †
Scots Gaelic (Gospel of Mark)
Spanish: Reina Valera (1909) †
Spanish: Reina Valera NT (1858) †
Spanish: Sagradas Escrituras (1569)
Swahili NT †
Swedish (1917)
Tagalog: Ang Dating Biblia (1905)
Tamajaq Portions
Thai: from KJV †
Turkish
Turkish: NT (1987, 1994)
Ukrainian: NT (P.Kulish, 1871)
Uma NT †
Vietnamese (1934) †
Wolof NT
Xhosa †
(
Index
)
Buch:
1 Mose
2 Mose
3 Mose
4 Mose
5 Mose
Josua
Richter
Rut
1 Samuel
2 Samuel
1 Koenige
2 Koenige
1 Chronik
2 Chronik
Esra
Nehemia
Ester
Hiob
Psalm
Sprueche
Prediger
Hohelied
Jesaja
Jeremia
Klagelieder
Hesekiel
Daniel
Hosea
Joel
Amos
Obadja
Jona
Micha
Nahum
Habakuk
Zephanja
Haggai
Sacharja
Maleachi
Matthaeus
Markus
Lukas
Johannes
Apostelgeschichte
Roemer
1 Korinther
2 Korinther
Galater
Epheser
Philipper
Kolosser
1 Thessalonicher
2 Thessalonicher
1 Timotheus
2 Timotheus
Titus
Philemon
Hebraeer
Jakobus
1 Petrus
2 Petrus
1 Johannes
2 Johannes
3 Johannes
Judas
Offenbarung
Kapitel:
Vers
Text
1
Kwathi emva kwesibetho eso, wathetha uYehova kuMoses nakuElazare, unyana ka-Aron umbingeleli, wathi,
2
Balani inani lebandla lonke loonyana bakaSirayeli, nithabathele kominyaka imashumi mabini ezelwe, ninyuse, ngokwezindlu zooyise, bonke abaphuma umkhosi kwaSirayeli.
3
UMoses noElazare umbingeleli bathetha nabo ezinkqantosini zakwaMowabhi ngaseYordan, malunga neYeriko, besithi,
4
Thabathelani kominyaka imashumi mabini ezelwe, ninyuse, njengoko uYehova wamwisela umthetho uMoses.
5
Oonyana bakaSirayeli abaphumayo ezweni lamaYiputa babengaba: kwaRubhen amazibulo kaSirayeli: oonyana bakaRubhen: nguHanoki ozala amaHanoki; nguPalu ozala amaPalu;
6
nguHetseron ozala amaHetseron; nguKarmi ozala amaKarmi.
7
Yiyo leyo imizalwane yamaRubhen; ababalwayo kuyo babengamashumi amane anamathathu amawaka, anamakhulu asixhenxe, anamanci mathathu.
8
Oonyana bakaPalu nguEliyabhi.
9
Oonyana bakaEliyabhi nguNemuweli noDatan noAbhiram. Nguloo Datan noAbhiram babizwayo libandla, baphikisana noMoses noAron ebandleni likaKora, ekuphikisaneni kwabo noYehova;
10
waza umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya noKora ekufenikwelo bandla, ekudleni komlilo amadoda angamakhulu omabini, anamanci mahlanu, aba ngumqondiso.
11
Ke oonyana bakaKora abafanga.
12
Oonyana bakaSimon ngokwemizalwane yabo: nguNemuweli ozala amaNemuweli; nguYamin ozala amaYamin; nguYakin ozala amaYakin;
13
nguZera ozala amaZera; nguSawule ozala amaSawule.
14
Yiyo leyo imizalwane yamaSimon: amashumi amabini anamabini amawaka, anamakhulu mabini.
15
Oonyana bakaGadi ngokwemizalwane yabo: nguTsefon ozala amaTsefon; nguHagi ozala amaHagi; nguShuni ozala amaShuni;
16
nguOzeni ozala amaOzeni; nguEri ozala amaEri;
17
nguArodi ozala ama-Arodi; nguAreli ozala ama-Areli.
18
Yiyo leyo imizalwane yoonyana bakaGadi, ngokwababalwayo kubo: amashumi omane amawaka, anamakhulu mahlanu.
19
Oonyana bakaYuda nguEre no-Onan; bafa ooEre no-Onan ezweni lakwaKanan.
20
Oonyana bakaYuda ngokwemizalwane yabo babengaba: nguShela ozala amaShela; nguPeretse ozala amaPeretse; nguZera ozala amaZera.
21
Oonyana bakaPeretse babengaba: nguHetseron ozala amaHetseron; nguHamuli ozala amaHamuli.
22
Yiyo leyo imizalwane yakwaYuda, ngokwababalwayo kubo: amashumi asixhenxe anamathandathu amawaka, anamakhulu mahlanu.
23
Oonyana bakaIsakare ngokwemizalwane yabo; nguTola ozala amaTola; nguPuwa ozala amaPuwa;
24
nguYashubhi ozala amaYashubhi; nguShimron ozala amaShimron.
25
Yiyo leyo imizalwane yakwaIsakare, ngokwababalwayo kubo: anashumi amathandathu anamane amawaka, anamakhulu mathathu.
26
Oonyana bakaZebhulon ngokwemizalwane yabo; nguSerede ozala amaSerede; nguElon ozala amaElon; nguYaleli ozala amaYaleli.
27
Yiyo leyo imizalwane yamaZebhulon, ngokwababalwayo kubo: amashumi amathandathu amawaka, anamakhulu mahlanu.
28
Oonyana bakaYosefu ngokwemizalwane yabo nguManase noEfrayim.
29
Oonyana bakaManase: nguMakire ozala amaMakire; uMakire wazala uGiliyadi; nguGiliyadi ozala amaGiliyadi.
30
Ngabo aba oonyana bakaGiliyadi: nguIyezere ozala amaIyezere; nguHeleki ozala amaHeleki;
31
nguAseriyeli ozala ama-Aseriyeli; nguShekem ozala amaShekem; nguShemida ozala amaShemida;
32
nguHefere ozala amaHefere.
33
Ke uTselofehadi, unyana kaHefere, ebengenanyana; waye eneentombi zodwa. Amagama eentombi zikaTselofehadi nguMala, noNoha, noHogela, noMilka, noTirtsa.
34
Yiyo leyo imizalwane yakwaManase, ngokwababalwayo kubo: amashumi amahlanu anamabini amawaka, anamakhulu asixhenxe.
35
Ngabo aba oonyana bakaEfrayim ngokwemizalwane yabo: nguShutela ozala amaShutela; nguBhekere ozala amaBhekere; nguTahan ozala amaTahan.
36
Ngabo aba oonyana bakaShutela: nguEran ozala amaEran.
37
Yiyo leyo imizalwane yoonyana bakaEfrayim, ngokwababalwayo kubo; amashumi omathathu anamabini amawaka, anamakhulu mahlanu. Ngabo abo oonyana bakaYosefu ngokwemizalwane yabo.
38
Oonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo; nguBhela ozala amaBhela; nguAshebhele ozala ama-Ashebhele; nguAhiram ozala ama-Ahiram;
39
nguShefufam ozala amaShefufam; nguHufam ozala amaHufam.
40
Oonyana bakaBhela nguArdi noNahaman; nguArdi ozala ama-Ardi; nguNahaman ozala amaNahaman.
41
Ngabo abo oonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo; ababalwayo kubo ngamashumi amane anamahlanu amawaka, anamakhulu mathandathu.
42
Ngabo aba oonyana bakaDan ngokwemizalwane yabo; nguShuham ozala amaShuham. Yiyo leyo imizalwane yakwaDan ngokwemizalwane yabo.
43
Yonke imizalwane yamaShuham, ngokwababalwayo kubo, ngamashumi omathandathu anamane amawaka, anamakhulu mane.
44
Oonyana baka-Ashere ngokwemizalwane yabo: nguImna ozaa amaImna; nguIshwi ozala amaIshwi; nguBheriya ozala amaBheriya.
45
Koonyana bakaBheriya: nguHebhere ozala amaHebhere; nguMalekiyeli ozaa amaMalekiyeli.
46
Igama lentombi ka-Ashere nguSara.
47
Yiyo leyo imizalwane yoonyana baka-Ashere, ngokwababalwayo kubo: ngamashumi omahlanu anamathathu amawaka, anamakhulu mane.
48
Oonyana bakaNafetali ngokwemizalwane yabo: nguGatseli ozala amaGatseli; nguGuni ozala amaGuni;
49
nguYetsere ozala amaYetsere; nguShilem ozala amaShilem.
50
Yiyo leyo imizalwane yakwaNafetali ngokwemizalwane yabo; ababaliweyo kubo ngamashumi omane anamahlanu amawaka, anamakhulu mane.
51
Ngabo abo ababalwayo koonyana bakaSirayeli: ngamakhulu omathandathu amawaka anawaka-nye, anamakhulu asixhenxe, anamanci mathathu.
52
Wathetha uYehova kuMoses, esithi,
53
Malabelwe ezo zizwe ilizwe, libe lilifa lazo ngenani lamagama.
54
Esininzi wolenza lininzi ilifa laso, esincinane wolenza lincinane ilifa laso; eso sinikwe ilifa ngokwababalwayo kuso.
55
Kodwa ilizwe malabiwe ngeqashiso, balidle ilifa ngokwamagama ezizwe zooyise;
56
labiwe ilifa lazo ngokweqashiso, phakathi kwesininzi nesincinane.
57
Ngabo aba ababalwayo kubaLevi ngokwemizalwane yabo; nguGershon ozala amaGershon; nguKehati ozala amaKehati; nguMerari ozala amaMerari.
58
Yiyo le imizalwane yabaLevi: ngumzalwane wamaLibheni, ngumzalwane wamaHebron, ngumzalwane wamaMaheli, ngumzalwane wamaMushi, ngumzalwane wamaKora. UKehati wazala uAmram.
59
Igama lomka-Amram nguYokebhede, intombi kaLevi, eyazalelwa uLevi eYiputa; yamzalela uAmram ooAron noMoses, noMiriyam udade wabo.
60
UAron wazalelwa uNadabhi, noAbhihu, noElazare, noItamare.
61
Bafa ooNadabhi noAbhihu ekusondezeni kwabo umlilo ongesesikweni phambi koYehova.
62
Ababalwayo kubo baba ngamashumi omabini anamathathu amawaka, yonke into eyindoda, bethabathela kumntwana onyanga-nye benyusa; kuba bebengabalwanga phakathi koonyana bakaSirayeli; ngokuba bebengenalifa phakathi koonyana bakaSirayeli.
63
Ngabo abo babalwayo nguMoses noElazare umbingeleli, ababebabala oonyana bakaSirayeli ezinkqantosini zakwaMowabhi ngaseYordan, malunga neYeriko.
64
Ke kwabo kube kungasekho mntu wababebalwe ngooMoses noAron umbingeleli, abababalayo oonyana bakaSirayeli entlango yeSinayi.
65
Ngokuba uYehova ebethe kubo, Mabafele bona entlango kanye. Akwasala namnye ke kubo, ingenguKalebhi unyana kaYefune, noYoshuwa unyana kaNun.
Benutzername
Passwort
Passwort vergessen ?
Sprache
Deutsch
English
Statistische Übersicht
Bibel Versionen
Bibel nach Buch, Kapitel
Bibel nach Wortindex
Bibel durchsuchen
Strukturelle Analyse
Manueller Vergleich
Automatischer Vergleich
Homepage Menü
Homepage
FAQ
Beispiele
Autoren
Links & Downloads
Impressum